Ndixolele (Feat. Ntando)
047
3:48Noba bengathetha kakubi ngam Mna andifuni nokuva ngawe Mna andifuni nokuva ngawe Noba bengakhupha amabibi akho Mna andifuni nokuva ngawe Andifuni nokuva ngawe Ntyilo ntyilo yama ntyilo (Ntsholo) Itsho kamnandi Ngoba sthandwa yeyakho Noba bangandiphakamela bathi andiyonto Ndizobashiya bezibuza Ngoba andifuni kuva ngawe Andifuni kuva ngawe Noba bangathetha kakubi ngam Mna andifuni nokuva ngawe Mna andifuni nokuva ngawe Noba bangakhipha amabibi akho Mna andifuni nokuva ngawe Andifuni nokuva ngawe Angeke bayijike ingqondo yam ngawe mylove Kuba ndifuna wena Nempazamo zakho Ewe andifuni nokuva ngawe Kuba andifuni kohlukana nawe Inkungu zilala kwintaba ngentaba Njenge nxaki zethu Zizodlula Xa sisobabini Noba (Noba bangathetha kakubi ngam) Mna andifuni (Mna andifuni nokuva ngawe) Mna andifuni nokuva ngawe Noba (Noba bangakhipha amabibi akho) Mna andifuni nokuva ngawe Andifuni nokuva ngawe