Wen'Ungowam
047
5:12Mama ndiyakhala kwaye ndindedwa Ndicel' undibambe ngesandla And tell me I will be alright Tata ndiyoyika Kwaye ndiyacela Ndicel' undibonis' indlela Ndicel' undibonis' indlela Haibo kunzima Kubuhlungu bo Ayaphel' amandla am Mna ndiyan'dinga bo Ndiyan'dinga mna oh oh oh Ndiyan'dinga Ndiyakhala Ndiyacela bo Sabelani bant' abadala Oh ndiyan'dinga Ndiyan'dinga Ndiyakhala Ndiyacela bo Sabelani bant' abadala Oh ndiyan'dinga Madlamini ntomb' enothando Instikelelo nam ndiyazdinga Sabela bawo my mama Has been praying for me Ngoba ndiyanidinga Ndiyanidinga bo Ndiyan'dinga Ndiyakhala Ndiyacela bo Sabelani bant' abadala Oh ndyan'dinga Ndiyan'dinga Ndiyakhala Ndiyacela bo Sabelani bant' abadala Oh ndiyan'dinga Ndicela kuded' ubumyama Kuvel' ukukhanya kuba Obomi bunzima Send' phelelwa ngamandla Ngiguqa ngedolo kuni (bant' abadala) Kuded' ubumnyama Kuvel' ukukhanya kuba Obomi bunzima Send' phelelwa ngamandla Ngiguqa ngedolo kuni (bant' abadala) Ndiyan'dinga Ndiyakhala Ndiyacela bo (oh ndincedeni) Sabelani bant' abadala Oh ndiyan'dinga Ndiyan'dinga Ndiyakhala Ndiyacela bo Sabelani bant' abadala Oh ndiyan'dinga Ndiyan'dinga Ndiyakhala Ndiyacela bo Sabelani bant' abadala Oh ndiyan'dinga Ndiyan'dinga Ndiyakhala Ndiyacela bo Sabelani bant' abadala Oh ndiyan'dinga