Sinazo
Amanda Black
4:43Mmhm Andikwaz'ukulala ndicingana nawe Uzobuya nini? I need to hear your voice eb'suku nemini Baby wam Ndithanda wena wedwa K'theni ungafun'uk'thanda mina ndedwa I need to feel you close to me 'Cause I can't breathe without you Sthandwa sam bambo lwam Why undenza so? K'theni undenza so? Ndifun'ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sam bambo lami Why undenza so? K'then'undenza so? Oh ndifun'ukuhlala ndingowakho Buyela kum Buyela kum sthandwa Ntliziyo yam'ifuna wena Ooh noba awundithandi ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam Time and time again ndimane ndikhubeka Andimfun'omunye ngaphandle kwakho Kodwa ngyahluleka wen'uyabaleka You don't love me like I love you baby baby Mna ndifuna wena Wen'ufunomunye Sthandwa sam bambo lwam Why undenza so? K'theni undenza so? Ndifun'ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sam bambo lami Why undenza so? K'theni undenza so? Oh ndifun'ukuhlala ndingowakho Buyela kum Buyela kum sthandwa Ntliziyo yam'ifuna wena Ooh noba awundithandi ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam Why you makin' me so crazy? Wen'uyandiphambanisa Hlal'und'phazamisa Udlala ngentliziyo yam Tell me what I gotta do 'Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu Why you makin' me so crazy? Wen'uyandiphambanisa Hlal'und'phazamisa Udlala ngentliziyo yam Tell me what I gotta do To be with you Buyela kum Buyela kum sthandwa Ntliziyo yam'ifuna wena Ooh noba awundithandi ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam