Isiphelo (#Untitled)
Bongeziwe Mabandla
3:28Wezokhahlamba phesheye kwemifula Phezulu enconcoyini, ezintambeni ezincwele Kulapho mna ndihleli khona Ima kulondawo ukhwaze igama lakhe Wobona Wobona Wobona Wobona Wobona Wobona Kuthwa hamba, nantsi indlela hamba Indlela hamba, nantsi indlela hamba Kuthwa hamba, nantsi indlela hamba Indlela hamba, nantsi indlela hamba (endingaya kuyo) Kuthwa hamba, nantsi indlela hamba Indlela hamba, nantsi indlela hamba (ndingene) Kuthwa hamba, nantsi indlela hamba (hamba) Indlela hamba, nantsi indlela hamba (hamba) (Hamba)