Isiphelo (#Untitled)
Bongeziwe Mabandla
3:28UThixo nyan' uyaphila Wandibon'ebunzimeni bami Walul'isandla sakhe'esingcwele Wandibeka phambi kwakho Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi, ndinani ndinani na Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi, ndinani ndinani na Jikelez'umhlaba Jikeleza Lil'welenzumhlaba Jikeleze Jikelez'umhlaba Jikelez' Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Ngabe mina (Ngabe mina) Nd'funa ntoni (Nd'funa ntoni) Kwelilizwe (Kwelilizwe) Xa ndinawe? (Xa ndinawe) Ngabe mina (Ngabe mina) Nd'funa ntoni (Nd'funa ntoni) Kwelilizwe (Kwelilizwe) Xa ndinawe (Xa ndinawe) Haa Yeah Uthando Lwakho Uthando Lwakho Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi ndinani ndianani na Uba ndi ndinaluthando Nagba ndi ndinani ndianani na Jikelez'umhlaba Jikeleze Lil'welenzumhlaba Jikeleze Jikelez'umhlaba Jikeleze Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze