Zange (Mose Remix)
Bongeziwe Mabandla & Mose
5:55Uthi ngoku masiphinde sizame Silibale konk' ekwenzekileyo Wandishiya ndikhala ndiligeza Ndikucenga ub' ungadishiyi Mna andikalibali Andikalibali Mna andikalibali Andikalibali Noba sekutheni Mna andika... andikalibali Zonk' izint' owandenza zona Ndizigcine ngaphakathi Ezi ngoku zikumangazayo Othi wena awuzikhumbuli Mna andikalibali Andikalibali Mna andikalibali Andikalibali Zange ndayeka ukuthanda Ndikucinga mihla yonke Emva lonke lonke eli xesha Isenguwe (apha kumi) Uba ndingakunik' isandla sam Ndiqinisekise uba soz' usiyeke Ibali lami nawe alikapheli Ndisahleli kulo Mna andika andikalibali (noba sekutheni) Andikalibali (mna andika 'ndikalibali) Mna andikalibali (noba sekutheni) Andikalibali (mna andika 'ndikalibali) Ukuthanda wena (noba sekutheni) Ukuthanda wena (mna ndika, ndikalibali) Ukuthanda wena (noba sekutheni)) Ukuthanda wena (mna andika ndikalibali) Noba sekutheni Mna ndika ndikalibali Noba sekutheni Mna ndika ndikalibali