Ngizilalhlela Kuwe
Brenda Fassie
5:30(Ndaze ndazibhaxa ngobum bam) (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu) (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge) (Ndaze ndazibhaxa mina) Mama ka bhekizulu (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam) Khawuleza uze endlini mama (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu) Ndoyisakele uBhkeki (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge) Uyangihlupha emphefumulweni wam(Ndaze ndazibhaxa mina) Khawuthethe noBheki (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam) Itliziyo yam ibuhlungu (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu) Ndiyakucel' uthethe noBheki (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge) Uyangihlupha emphefumulweni wam (Ndaze ndazibhaxa mina) Mama ka bhekizulu (Bhekizulu) Khawuleza uze endlini mama Ndoyisakele uBhkeki Iyangihlupha ephefumulweni wam Khawuthethe noBheki Itliziyo yam ibuhlungu mama Ndiyakucel' uthethe noBheki Uyangihlupha emphefumulweni wam Okokuqala akasebenzi Okwesibili usuza njalo oh oh Ndoyisekele nguBheki no no no Uyangihlupha emphefumulweni wam Ngile Bum jive Hey ngine ndoda Ngiyakutsheleni uzayo Mina ngikhathele mina Ngile Bum jive (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam) Hey ngine ndoda (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu) Ngiyakutsheleni (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge) Ngithi ngithole umakhwapheni (Ndaze ndazibhaxa mina) (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam) (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu) (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge) (Ndaze ndazibhaxa mina) Mama ka bhekizulu (Bhekizulu) Khawuleza uze endlini mama Ndoyisakele uBhkeki Iyangihlupha ephefumulweni wam Khawuthethe noBheki Itliziyo yam ibuhlungu mama Ndiyakucel' uthethe noBheki Uyangihlupha emphefumulweni wam Okokuqala akasebenzi (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam) Okwesibili usuza njalo oh oh (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu) Ndoyisekele nguBheki no no no (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge) Uyangihlupha emphefumulweni wam (Ndaze ndazibhaxa mina) Okokuqala akasebenzi (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam) Okwesibili usuza njalo oh oh (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu) Ndoyisekele nguBheki no no no (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge) Uyangihlupha emphefumulweni wam (Ndaze ndazibhaxa mina) Mama ka bhekizulu (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam) Khawuleza uze endlini mama (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu) Ndoyisakelee uBhkeki (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge) Iyangihlupha ephefumulweni wam (Ndaze ndazibhaxa mina)