Asinamzi Wethu Apha
Bulelani Koyo
4:21Njengebhadi (Njenge bhadi libadula) Libhadula (Ukufun' umthombo) Iyafuna (Iyafuna njalo Thixo) (Intliziyo yam) Oh njengebhadi (Njenge bhadi libadula) Libhadula (Ukufun' umthombo) Iyafuna (Iyafuna njalo Thixo) (Intliziyo yam) Inxaniwe (Inxaniwe intliziyo) Eyami intliziyo (Inxanel'uthixo) Ifuna wena Jehova (Ewe lowo waziwayo) (Ungophilileyo) Inxaniwe (Inxaniwe intliziyo) Eyami intliziyo (Inxanel'uthixo) Ewe lowo (Ewe lowo waziwayo) (Ungophilileyo) Zaphalala (Zaphalala inyembezi) Ndakucinga ngabangasekhoyo (Ndakuba ndindedwa) Ungandishiyi (Ndakucinga ngabaninzi) (Abangasekhoyo) Zaphalala (Zaphalala inyembezi) Ndakuba ndindedwa (Ndakuba ndindedwa) Ndakucinga ngabangasekhoyo (Ndakucinga ngabaninzi) (Abangasekhoyo) Ewe zaphalala (Zaphalala inyembezi) Ndakuba ndindedwa (Ndakuba ndindedwa) Ndakucinga ngabangasekhoyo (Ndakucinga ngabaninzi) (Abangasekhoyo) Zaphalala (Zaphalala inyembezi) Ndakuba ndindedwa (Ndakuba ndindedwa) Ndakucinga (Ndakucinga ngabaninzi) (Abangasekhoyo) Zaphalala (Zaphalala inyembezi) Ndakuba ndindedwa (Ndakuba ndindedwa) Ndakucinga ngabangasekhoyo (Ndakucinga ngabaninzi) (Abangasekhoyo) Zaphalala (Zaphalala inyembezi) Ndakuba ndindedwa (Ndakuba ndindedwa) Ndakucinga ngabo (Ndakucinga ngabaninzi) (Abangasekhoyo)