Umthandazo
Karyendasoul
6:11Ndiyazi uzawthi andicebiseki Umane undikhwebula kulomkhwa Ugade intliziyo ezibuthathaka Ndifike njani apha mama Khawncede undicebise uzundibambe nawe ungandincami ngoba uthando Iwam nawe alufani nolwabanye Ndizawuncunyelwa njani ngomnye ngcono xa ingenguwanga Ndizawuncunyelwa njani ngomnye ngcono xa ingenguwanga Le yindlela engapheliyo Ungandincami ngoba unhand lwethu Luyisibani Luyisibani Luyisibani