Ndilapha (Feat. Thali Mambooica)
Flash Ikumkani
3:40Ngubani wathi impilo inga lula Akekho azange kutshiwo ey Kunini ndizama ndisenza imigudu ndifuna itshintshe impilo ey Ngapha nexesha alimanga ey Nalo ixanduva liyanda Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey Inja izikhotha amanxeba Ndibavile abantu bethetha Ndibavile abantu bethetha Besithi besithi besithi besithi "Lento izophelela phi" "Yakhumbula basathini" Ndabe ndibanjwe yi fame Ndisiwa ndisiwa ndisiwa ndisiwa Wonke umntu ebe zi buza ingaba lentwana kengoku izophelela phi Lombuzo ndiyawazi andiqali uwufumana undikhumbuza elalini Ngoku ndandiqala zange ba ndiphe ne chance Ndade ndiphume Thivini Ngoku ndiliqhawe ndiyiphakamisile ilali Bavuye bonke engingqini Ngoku eMthatha ndiyaziwa Napha eMonti ndiyaziwa Lento isaqala ayikagqibi lento ibukelwe nandim Ndafike Kapa bangqisha sishoota video yama phinda Othuka axhuma amajita iluvuyo nemincili Ngubani wathi impilo inga lula Akekho azange kutshiwo ey Kunini ndizama ndisenza imigudu ndifuna itshintshe impilo ey Ngapha nexesha alimanga ey Nalo ixanduva liyanda Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey Ezingelayo yiyo ebhaqwayo Inja izikhotha amanxeba Nyani le way yenzeka Nyan ndimele inkeva Nyan ndiskarela icweba Hela le way lentwana iyayenza Kwelinye Icala Ingathi Iyaphasalaka Banye balahla amathemba Yonke le way iyenzeka Intwana ezincinci xandihambe endleleni elalini zonke zikhwaza uflash Ndiyila Bhuda yatyhuna le way Ndikwa yila Bhuda ibona le way Ndikwa yila Bhuda iphila le way Ngoku lixesha lokuba babone eli ikwa lishishini Kumele ndiqhube ndizame ndiphande ukuze babone utshintsho Ndibuelela eQonce bandinikile inxaso kwatsho akwa fana nokwana Ndatsho ndabona iziqhamo zihluma Ndaqonda nzawuphinda nzawutyala Ngoku ndilinde lomini ye mvula Lixesha lohlakula kwam Ngubani wathi impilo inga lula Akekho azange kutshiwo ey Kunini ndizama ndisenza imigudu ndifuna itshintshe impilo ey Ngapha nexesha alimanga ey Nalo ixanduva liyanda Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Ndizode ndilibone utshintsho ey Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama Ndizode ndilibone utshintsho ey