Jikeleza/Zamfemfe Medley
Gwijo Squad
4:23Sithi kuhle mntanam kodwa kubi Sithi kuhle mntanam kodwa kubi Sithi kuhle kuhle kuhle xa sinyova (Kuhle kuhle) (Kuhle kuhle xa sinyova) (Asina Mama asina Tata thina sodibana ebaleni) Sithi kuhle mntanam kodwa kubi Sithi kuhle mntanam kodwa kubi Sithi kuhle kuhle kuhle xa sinyova (Kuhle kuhle) (Kuhle kuhle xa sinyova) (Asina Mama asina Tata thina sodibana ebaleni) Ayi nal’ igwala (Ayeye ladanyaza) Ayi nal’ igwala (Ayeye labhek’ emuva) Ayi nal’ igwala (Ayeye ladanyaza thina sodibana ebaleni) Ayi nal’ igwala (Ayeye ladanyaza) Ayi nal’ igwala (Ayeye labhek’ emuva) Ayi nal’ igwala (Ayeye ladanyaza thina sodibana ebaleni) Sithi kuhle mntanam kodwa kubi Sithi kuhle mntanam kodwa kubi Sithi kuhle kuhle kuhle xa sinyova (Kuhle kuhle) (Kuhle kuhle xa sinyova) (Asina Mama asina Tata thina sodibana ebaleni) Ayi nal’ igwala (Ayeye ladanyaza) Ayi nal’ igwala (Ayeye labhek’ emuva) Ayi nal’ igwala (Ayeye ladanyaza thina sodibana ebaleni) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni mntaka mama) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni mntaka mama) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni mntaka mama) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni mntaka mama) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni mntaka mama) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni mntaka mama) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni) Ebaleni ebaleni (Sodibana ebaleni mntaka mama)