Thanayi
Hugh Masekela
5:32Khauleza khauleza khauleza mama khauleza Fihlan' amagokoko wotshwala (khauleza khauleza) Fihlan' amaholiday (khauleza mama khauleza) Fihlan' amagokoko wemiqomboti (khauleza khauleza) Fihlan' namapana (khauleza mama khauleza) Fihlan' amagokoko wotshwala (khauleza khauleza) Siqal' ipata elamapolisa (khauleza mama khauleza) (khauleza khauleza khauleza mama khauleza) Fihlan' amagogoko wotshwala (khauleza khauleza) Fihlan' amaholiday (khauleza mama khauleza) Fihlan' ogavini (khauleza khauleza) Fihlan' namabhakede (khauleza mama khauleza) Vulani ama window wemama (khauleza khauleza) Fihlan' amagogoko wemiqomboti (khauleza mama khauleza) Abomama bayakhala ema shabeen Sheshisa mama yo Fihlan' amagokoko wemiqomboti Fihlan' ogavini Fihlan' bhelikhe Fihlan' amabhakede wemama Nawa amapolisa azongen' endlini mama Khauleza sheshisa mama Khauleza khauleza mama Jonga jonga jonga yo khauleza Iyo mama khauleza Jonga jonga jonga yo khauleza Iyo mama khauleza Jonga jonga jonga yo khauleza Iyo mama khauleza Jonga jonga jonga yo khauleza Iyo mama khauleza Sithi nanka amapoyisa Ayangen' endlinin mama bathi bathi khauleza Nanka amapoyisa ayangen' endlinin mama bathi khauleza Nanka amapoyisa Ayangen' endlinin mama bathi bathi khauleza Nanka amapoyisa ayangen' endlinin mama bathi khauleza Khauleza khauleza iyo mama khauleza Khauleza khauleza iyo mama khauleza Khauleza khauleza iyo mama khauleza Khauleza khauleza iyo mama khauleza Khauleza khauleza iyo mama khauleza Khauleza khauleza iyo mama khauleza Khauleza khauleza iyo mama khauleza