Notice: file_put_contents(): Write of 631 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Jaziel Brothers - Ngumama | Скачать MP3 бесплатно
Ngumama

Ngumama

Jaziel Brothers

Альбом: The Journey
Длительность: 4:26
Год: 2016
Скачать MP3

Текст песни

Kunganjani nduk'balisele
Ngendlela endimbona ngayo
Kunganjani nduk'cacisele
Ngendlela endimthanda ngayo
Uliphiwe uthando lomntu
Wayiphiwa nemfesane
Akanyanzeli zonke zikuye
Khanimjongeni

Bare ke mme kujenua
Sithi thina ngumama
Bare ke mme kujuena
Sithi thina ngumama
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lume njalo
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lume njalo

Ndandinconwa ngabanye abantu
Ngemizamo yakhe umama
Ngeziny' imini bendihleka
Kodwa wena uhlala uzama
Namhlanje ndingumntu
Ndiyakwazi ukuthanda abantu
Namhlanje ndikhulile
Ndiyakwazi nokuzenzela

Bare ke mme kujenua
Sithi thina ngumama
Bare ke mme kujuena
Sithi thina ngumama
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lume njalo
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lume njalo

Utlwa utlwa harilela liri
Yona mme wehé
Uweve namadoda esitsho
Ayo mama yo
Ngizombonga uJehova ngomama
Akekho ofana naye
Ngiyambonga uJehova ngomama
Ngoba akekho ofana naye

Bare ke mme kujenua
Sithi thina ngumama
Bare ke mme kujuena
Sithi thina ngumama
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lume njalo
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lume njalo

Bare ke mme kujenua
Sithi thina ngumama
Bare ke mme kujuena
Sithi thina ngumama
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lume njalo
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lume njalo

Mama ngumama
Mama ngumama
Mama ngumama
Mama ngumama
Jena