Ngeke Ndiphinde
Jaziel Brothers
4:01Qhulubu nyathela xayehamba Athethe kamnandi Xayethetha Wakabani na lo O waphi na lo Khanimjongeni Khanimbukeni Uyathandeka (yeah yeah) Wakabani na lo Xayendibiza kubamnandi Xayendibiza kubamnandi Xayendibiza kubamnandi Wakabani na lo Ndicinga ndimxelele uk'ba mna ndiyamthanda Ndicinga ndimxelele uk'ba mna ndiyamfuna Ngoba xayendibiza kubamnandi Wakabani na lo Inga ndingathetha nabahlobo bam' nabakithi Okanye ndicel' umalume andibuzele Ngowakabani na lo Ngowaphi na lo Khanimjongeni Ndithi khanimbukeni Oh Uyathandeka Ngowakabani na lo Xayendibiza kubamnandi Xayendibiza kubamnandi Xayendibiza kubamnandi Ngowakabani na lo Ndicinga ndimxelele uk'ba mna ndiyamthanda Ndicinga ndimxelele uk'ba mna ndiyamfuna Xayendibiza kubamnandi Ngowakabani na lo Ndicinga ndimxelele Ndithanda xayethi bhuti Undichaza xayethi mtakwethu Ngowakabani na lo Xayendibiza kubamnandi (yendibiza kubamnandi) Xayendibiza kubamnandi (hoo) Xayendibiza kubamnandi (kubamnandi) Ngowakabani na lo oh Ndicinga ndimxelele uk'ba mna ndiyamthanda Ndicinga ndimxelele uk'ba mna ndiyamfuna Xayendibiza kubamnandi Ngowakabani na lo