Ndenzel' Uncedo Hymn 377 (Live)
Joyous Celebration
6:28Sithi Oh Msindisi Oh Msindisi Nguwe olithemba lam Oh Msindisi Oh Msindisi Nguwe olithemba lam Oh Msindisi Oh Msindisi Nguwe olithemba lam Oh Msindisi Oh Msindisi Nguwe olithemba lam Ithemba lam Baba Ithemba lam Ndonyuka nalo Ndingene endumisweni Ithemba lam Baba Ithemba lam Ndonyuka nalo Ndingene endumisweni Ndingene, ndingen’ endumisweni Baba Oh ndingene endumisweni Ndingene, ndingen’ endumisweni Baba Oh ndingene endumisweni Ndingene, ndingen’ endumisweni Baba Oh ndingene endumisweni UNgena oh ngena Ngob’ indawo isekhona Ngena, ngena Indawo isekhona Ngena nawe mama Ngena, ngena (Ngena nawe Baba) Indawo isekhona Ngonyama kaJuda Wanqob’uSathane Xa simi ngakuwe sonqotshwa ngubani Ngonyama kaJuda Wanqob’uSathane Xa simi ngakuwe sonqotshwa ngubani Sonqotshwa ngubani Sonqotshwa ngubani Xa simi ngakuwe sonqotshwa ngubani Sonqotshwa ngubani Sonqotshwa ngubani Xa simi ngakuwe sonqotshwa ngubani