Remember
Liema Pantsi
4:53Thetha nam Uzuhlale nam Zungandishiy' emaxeshen' anzima Ungowami Uzohlal' ungowami Zungandishiy' emaxeshen' anzima Ma ufik' ebomin' Bam k'ye kwalula Uhlal' uhlel entliziyweni Yam sthandwa sam Ma ufik' ebomin' Bam k'ye kwalula Uhlal' uhlel entliziyweni Yam sthandwa sam Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Uyisthandwa sami Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Uyisthandwa sami Mhmmm Mhmmmm Uwheeehee Wheehee Ndithetha nawe Ndithetha nawe Ndithetha nawe... mhmm Mna ndithetha nawe Ndithetha nawe Oko kwakhona wena Empilweni yami Undiphethe kahle Undithanda kabi Wen' undthanda kabi Heeeyyi Andizazi Ndingakwazi Ukuphila ngaphandle kwakho Andizazi Ndingakwazi Ukuphila ngaphandle kwakho Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Uyisthandwa sami Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Uyisthandwa sami Wena ulithemba lami Wheeeee Nd'thembele ngawe yhaaaa whoo Yheeee Yaze yaphol' Intliziyo ma ibona wena Kwaze kwamnandi ukuphila Haaaweee Kuyoze kube mnand' Ukuphila ma nginawe sthandwa sami Kuyoze kube mnand' Ukuphila sthandwa Sami ma nginawe, ng'yazi (Yho yho yho) Yheee (Yho yho yho) Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Uyisthandwa sami Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho) Uyisthandwa sami