Khangelani Nizibone
Unqulo.
3:52Wabadala abantu wena Ngokufana nawe Wabanika into zonke Bafanelwa zizo Kwakufik utshaba lwabo Lwabahlutha zona Bakudela wena Thixo Beva izwi lalo Wathi ukuze basindiswe Wenza ngezibele Wabanika unyana wakho Ezekubafela Ezekubafela