Siyakudumisa
Malibongwe
6:53Yehova usisisthandwa sam Ulibhunga elimnandi, uyimpilo emathanjeni am. Uyilengoma emanaldi, ndandingazi ukuba ndoze ndifik'apha Ndandisilwa nelizwi kobu bomi ngaphandle kwakho ziinyembezi nokufa Ndandifile wandivusa, ndisuke ndafunyanwa ndingavumi namhla ndiyabona lentsindiso yenzelwe mna