Notice: file_put_contents(): Write of 635 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Mandisi Dyantyis - Ndiyakholwa | Скачать MP3 бесплатно
Ndiyakholwa

Ndiyakholwa

Mandisi Dyantyis

Альбом: Cwaka
Длительность: 3:06
Год: 2021
Скачать MP3

Текст песни

Ha sino kudandatheka kuphele
Ha sino kulila kuphele
Ha sino kuqaqanjelwa kuphele
Ha sino kulila kuphele

Ndiyakholwa kukhon’ into entle ezakwenzeka
Ndiyakholwa kukhon’ into entle ezakwenzeka

Ngoba ha sino kudandatheka kuphele
Ha sino kulila kuphele ngathi
Ha sino kuqaqanjelwa kuphele
Ha sino kulila kuphele

(Ndiyakholwa kukhon’ into entle ezakwenzeka)
Sizakuncunyiswa ngeny’ imini
(Ndiyakholwa kukhon’ into entle ezakwenzeka)
Kholwa nawe kholwa nawe holwa nawe holwa nawe
(Ndiyakholwa kukhon’ into entle ezakwenzeka)