Impumelelo
Mandisi Dyantyis
3:52Ndambuz’ uNkululeko Ngenkokheli zethu Ndathi yintoni le Izenza zingakhathali kangaka Ndathi yintoni le Izenza zingasixakisi kangaka Wathi ukundiphendula Wathi ukundiphendula Ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingamaxoki (Zingamaxoki zonke) Ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingama menemene (Zingamaxoki zonke) Ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingama bhedengu wemama (Zingamaxoki zonke) Ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingamaxoki(Zingamaxoki zonke) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye) (Bathathel’ Amanda kubo) (Bovuk’ abantu bamanyanye) (Bathathel’ Amanda kubo) (Bovuk’ abantu bamanyanye) (Bathathel’ Amanda kubo) (Bovuk’ abantu bamanyanye) (Bathathel’ Amanda kubo) Ngoba ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingama xoki zo' (Zingamaxoki zonke) Ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingama bhedengu wemama (Zingamaxoki zonke) Ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingamaxoki zon' (Zingamaxoki zonke) Ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingama bhedengu wemama (Zingamaxoki zonke) Ngoba ziyafana zonke (Ziyafana zonke) Zingama zingamaxoki zona (Zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke) Zingama bhedhengu (Zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke) Zingama menemene (Zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke) Zingamaxoki zonke (Zingamaxoki zonke) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye) (Bathathel’ Amanda kubo) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye) (Bathathel’ Amanda kubo) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye) (Bathathel’ Amanda kubo) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye) (Bathathel’ Amanda kubo) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye bathathel’ Amanda kubo) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye bathathel’ Amanda kubo) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye bathathel’ Amanda kubo) Kodwa ngeny’ imini (Bovuk’ abantu bamanyanye bathathel’ Amanda kubo) Ngoba ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke) Ziyafana inkokheli zethu (Ziyafana zonke zingamaxoki zonke)