Notice: file_put_contents(): Write of 642 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Mfaz' Omnyama - Ngowam Utata | Скачать MP3 бесплатно
Ngowam Utata

Ngowam Utata

Mfaz' Omnyama

Альбом: Ngihlanze Ngedela
Длительность: 4:34
Год: 2001
Скачать MP3

Текст песни

Wayengowami wayengowami
Wayengowam wayengowam Utata
Wayengowami wayengowami
Wayengowam wayengowam ubaba

Ngangimuthanda ubaba
Wayengowam wayengowam

Nami ngiyamthanda uTata (Ngowami uTata)
Wayengowam wayengowam (Ngowami uTata)
Ngangimthanda ubaba (Ngowami uTata)
Wayengowam wayengowam (Ngowami uTata)

Wayengowami uTata (Ngowami ubaba)
Wayengowam wayengowam (Ngowami ubaba)
Wayengowami uTata (Ngowami uTata)
Wayengowam wayengowam (Ngowami ubaba)

Nami ngiyamthanda ubaba (ke waka ntate)
Ngowam ngowam (ke waka ntate)
Ngangimthanda ubaba (ke waka ntate)
(ke waka ntate)

Wayengowami tata
Wayengowam wayengowam
Wayengowami wayengowami
Wayengowam wayengowam ubaba

Nami ngiyamthanda ubaba (Ngowami uTata)
Wayengowam wayengowam (Ngowami uTata)
Yeye mama we (Ngowami uTata)
Yeye mama we (Ngowami uTata)

Yeye mama we (Ngowami uTata)
Yeye mama we (Ngowami uTata)
Ngangimthanda ubaba (Ngowami ubaba)
Wayengowam wayengowam (Ngowami ubaba)

Yeye mama (Ngowami ubaba)
Wayengowam wayengowam (Ngowami ubaba)
Nami ngimthanda ubaba (Ngowami ubaba)
Wayengowam ubaba (Ngowami ubaba)

Nami ngiyamthanda utata (ke waka ntate)
Wayehlala emasimini (ke waka ntate)
Alishoni ilanga emsebenzini (ke waka ntate)
Wayehlala emasimini (ke waka ntate)
Alishoni ilanga engasebenzanga (ke waka ntate)

Umqondo wakho awubhadlanga wethu
Unomona mfondini
Fana ukuba uzimemle nawe kaloku ukuba hayi
Into endiyithethayo ndithetha inyani
Unomona uzakubethwa amakhwenkwe ayakubetha ndiyakuxelela
Hayitshayi lento ndiyakuxelela mfondini

Wayengowami ubaba (Ngowami utata)
Wayengowami utata (Ngowami utata)
Wayengowami ubaba (Ngowami utata)
Wayengowami utata (Ngowami utata)

Nami ngiyamthanda ubaba (Ngowami utata)
Wayengowam wayengowam (Ngowami utata)
(Ngowami ubaba)
(Ngowami ubaba)
(Ngowami ubaba)
(Ngowami ubaba)

Wayehlala emasimini (Ngowami ubaba)
Alishoni ilanga engasebenzanga (Ngowami ubaba)

Wayehlala emasimini (ke waka ntate)
Alishoni ilanga emsebenzini (ke waka ntate)
Wayehlala emasimini (ke waka ntate)
Alishoni ilanga engasebenzanga (ke waka ntate)