Zikhona

Zikhona

Mido Rsa & Gaffi

Альбом: Zikhona
Длительность: 3:30
Год: 2025
Скачать MP3

Текст песни

Huh! Ey! Huh!
Yimedi ethand'izithonga
Yintombi egez'isiXhosa
Bambiza ngo Zikhona
Intombi yakhona imanz'adonga
Uzikhona usuke Ngcobo
Ebezimisele ngokufunda
Bamthumel'eCape Town kuba azo improver
Ndandiba kuyaxokwa xa kuthwa umntu ikapa liyamgabha
UZikhona ebemhle aph'ebusweni but wahlal'eMakhaza
Thuli uthuleleni ngoku because benihamba noyi2
Uth'uThuli uZikhoma uthand'izinto ezinkulu, uhamba ngobusuku
Hayibo! Hayibo! Hayibo! uZikhona ngoku uyatshaba
Wa quitter nesigela, every weekend uyaqhawuka
Sonke besimfun'ekasi ungabuza uta Mashava
Ngoku asithethi lonto but uta Mara usazishaya
Makabuyele eNgcobo cause apha uzaba si sponsor
Imali ayipheli, kuphela yena
Yhini yintoni Zikhona
Nasendlini kujongwe kuwe
Buyisel'inyawo emva
Uthi uZikhona soze aspane ikhona indoda ezomenzela

Yimedi ethand'izithonga
Yintombi egez'isiXhosa
Bambiza ngo Zikhona
Intombi yakhona imanz'adonga
UZikhona usuke Ngcobo
Ebezimisele ngokufunda
Bamthumel'eCape Town kuba azo improver

Chasaaa!
Hello Zikhona kwenze njani? (Hi)
Ujola no Sange Nyali
Ndimbone ku fera ebe live ehleli ne nkosi
UZikhona ngu mommy Z
Xa bembiza pha eParklands
Oohhww! Uziqalele business yothengisa weaves then zingafiki
Thini age ka Zikhona?
Buzu ta Mashaba
UZikhona wayengekho nje
Ndamothuka e Lawson Brown
K'thiwa u jola no McCHcSc
Ngelaxeshalez'khothane
K'thiwa akana mntana kodwa waba troka e Ntsane
UZ'khona akana lali
Clinic akay'thandi
Wagxothwa kwa TP elala ne HR

Yimedi ethand'izithonga
Yintombi egez'isiXhosa
Bambiza ngo Zikhona
Intombi yakhona imanz'adonga
UZikhona usuke Ngcobo
Ebezimisele ngokufunda
Bamthumel'eCape Town kuba azo improver

Yimedi ethand'izithonga
Yintombi egez'isiXhosa
Bambiza ngo Zikhona
Intombi yakhona imanz'adonga
UZikhona usuke Ngcobo
Ebezimisele ngokufunda
Bamthumel'eCape Town kuba azo improver

Worst uZikhona ebeyimedi eright
Slayqueen sase kasi
Ebethanda outie enespaji esigcwel'imali
Ebeclever esgela, ebesenza imedical
Ngoku uskipper iclass
Iphi intashi umnik'icard

Haibo Zikhona kwenze njani?
Ebezenz'uGreat Khali nase high school ebebukhali
Ngoku akanatype ubanjwa nangoo Mohammed cli
Haibo kuthwa sisangoma
Nakowabo abasamcavi

Yimedi ethand'izithonga
Yintombi egez'isiXhosa
Bambiza ngo Zikhona
Intombi yakhona imanz'adonga
UZikhona usuke Ngcobo
Ebezimisele ngokufunda
Bamthumel'eCape Town kuba azo improver

Yimedi ethand'izithonga
Yintombi egez'isiXhosa
Bambiza ngo Zikhona
Intombi yakhona imanz'adonga
UZikhona usuke Ngcobo
Ebezimisele ngokufunda
Bamthumel'eCape Town kuba azo improver