Notice: file_put_contents(): Write of 647 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Msaki - Iimfama Ziyabona | Скачать MP3 бесплатно
Iimfama Ziyabona

Iimfama Ziyabona

Msaki

Длительность: 3:31
Год: 2016
Скачать MP3

Текст песни

Apho siyakhona
Iimfama ziyabona
Ngcambezela nawe
Sodibana khona
Ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
I hear what they say
Qha mnandiz′thandela wena

Sul'inyembezi
Ugqubud′ixesha
Apho siya khona akukhothwa manxeba
Ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
Between intando yakho
Nothando lwakhe

Said I love my friend lets go to the boarders
All is nearer now we'll run, tread the waters
I'm the one who knows
How beautiful you are
I hear what they say
But I loved you from the start

Oh mna ndizthandela wena
Oh mna ndizthandela wena
Oh mna ndizthandela wena
Oh mna ndizthandela wena (Iimfama ziyabona iimfama ziyabona)
Oh mna ndizthandela wena (Mfama ziyabona imfama ziyabona)
Oh mna ndizthandela wena (Iimfama ziyabona imfama ziyabona)
Oh (Mfama ziyabona, iimfama siyabona)

Apho siyakhona
Iimfama ziyabona
Ngcambezela nawe
Sodibana khona
Ndakubona uphila ngaphakathi emfazweni
Its between intando yakho
Nothando lwakhe

Said I love my love lets go to the boarders
All is nearer now we'll run, tread the waters
I'm the one who knows
How beautiful you are
I hear what they say
But I loved you from the start

Oh mna ndizthandela wena
Oh mna ndizthandela wena
Oh mna ndizthandela wena
Oh mna ndizthandela wena (Iimfama ziyabona iimfama ziyabona)
Oh mna ndizthandela wena (Mfama ziyabona iimfama ziyabona)
Oh mna ndizthandela wena (Iimfama ziyabona iimfama ziyabona)
Oh (Iimfama ziyabona, iimfama ziyabona)