Notice: file_put_contents(): Write of 612 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Nathi - Amagama | Скачать MP3 бесплатно
Amagama

Amagama

Nathi

Альбом: Umbulelo Wam
Длительность: 5:21
Год: 2016
Скачать MP3

Текст песни

Makudede ubumnyama kuvele kukhanya endleleni zam
Ndiyazi ilwizi  lendoda engenamali alivakali

Ndiyakuthanda ntombazana
Ndiyakuthanda manyan_nyan
Andazi ndenze kanjani
Ndiyakuthanda ntombazana mna
Ndiyakuthanda manyan_nyan
Andazi ndenze kanjani
Ndiyakuthanda ntombazana mna
Ndiyakuthanda manyan_nyan
Andazi ndenze kanjani
Ndiyakuthanda ntombazana mna
Ndiyakuthanda manyan_nyan
Andazi ndenze kanjani

Ngamagama ho ya ho
Ndiphelelwa ngamagama ho ya ho

Ndiyakuthanda ntombazana mna
Ndiyakuthanda manyan_nyan
Andazi ndenze kanjani
Ndiyakuthanda ntombazana mna
Ndiyakuthanda manyan_nyan
Andazi ndenze kanjani
Ndiyakuthanda ntombazana mna
Ndiyakuthanda manyan_nyan
Andazi ndenze kanjani
Ndiyakuthanda ntombazana mna
Ndiyakuthanda manyan_nyan

Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama

Amagama amagama amagama
Amagama amagama amagama

Usistove sam samalahle esikhusel'ezimgqeleni zasebusika
Usisi umbrela sam selanga esindikhusela elangeni lasehlotyeni
Uligungqu lam lechocolate limnandi njenge tofolux
Andazi ndenze kanjani

Ndifunama gama nenyani
Funamagama anencasa
Funamagama anothando
Ndifuna amagama anamandla
Ndifuna amagama anencasa
Fun'amagama  anothando

Simakade uzokukhusela phakathi kwezaqwithela
Phakathi kwezaphuselani
Simakade uzokukhusela phakathi kwezaqwithela
Phakathi kwezaphuselani

Ngqumakho ndiyakuthanda mna
Ngqumakho uyandichaza mna
Ngqumakho ndiyakuthanda mna
Ngqumakho ndiyakuthanda mna
Ngqumakho uyandichaza mna
Ngqumakho ndiyakuthanda mna

Amagama
Amagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Amagama amagama amagama

Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Amagama anenyani
Amagama anencasa
Amagama anenyani
Amagama anencasa
Amagama anenyani
Amagama anencasa
Amagama anenyani
Ndiphelelwa ngamagama