Imimoya
Nathi
3:59Ndizokunika uthando lwam Ndikunik’intliziyo yam Cel’ungophuli intlizoyo yam Ke sthandwa sam Sthandwa sam Bambo lwam Ndifun’ukwenza mama wabantwana bam Ndifuna uhlala nawe Amehlo am ndiwavalile Ntliziyo yam uyophulile Ndiyafun’uthetha kodwa andifuni ndibe ndiyakukhathaza Amehlo am ndiwavalile Ntliziyo yam uyophulile Ndiyafun’uthetha kodwa andifuni ndibe ndiyakukhathaza Yazi indlela endikuthanda ngayo Angeke ndihlukane nawe Yazi indlela endikuthanda ngayo Angeke ndihlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Angeke ndihlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Angeke ndihlukane nawe Uba ubuyazi ba sisukaphi Uba ubuyazi ba siyaphı Uba ubuyazi ba sinezinto esidlule kuzo Sobabini Uba ubuyazi ba ndikuthanda kangakanani Uyazi ba sofa silahlane Njengoba sithembisene Ubuyazi ba nje Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo (Indlela endikuthanda ngayo) Angeke ndihlukane nawe Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo (Indlela endikuthanda ngayo) Angeke ndihlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Angeke ndihlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Angeke ndihlukane nawe Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo Angeke ndihelukane nawe Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo Angeke ndihelukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Angeke ndihlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Hlukane nawe Angeke ndihlukane nawe