Notice: file_put_contents(): Write of 635 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Nathi - Ukuthanda Kwakho | Скачать MP3 бесплатно
Ukuthanda Kwakho

Ukuthanda Kwakho

Nathi

Альбом: Iphupha Labantu
Длительность: 5:57
Год: 2018
Скачать MP3

Текст песни

Bawo xa sendidukile
kubuhili belilizwe
Umane undikhumbuza ukuthi
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho

Naxa sendithathekile
Bubumbhejembheje belilizwe
Umane undikhumbuza ukuthi
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho

Makude kwenzek'ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho

Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho
Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho

Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho
Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho

Nilele na nilele na
Khanivukeni sithandazeni
Nilele na nilele na
Khanivukeni sithandazeni

Yazi ukulala ningathandazanga
Kuyafana nje nokulala umnyango ungavalwanga
Yazi ukulala ningathandazanga
Kuyafana nje nokulala umnyango ungavalwanga

Makwenzek'ukuthanda kwakho
Makwenzek'ukuthanda kwakho
Makwenzek'ukuthanda kwakho
Makwenzek'ukuthanda kwakho

Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho
Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho

Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho
Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenzek'ukuthanda kwakho

Imilambo yelilizwe
yigcwalise ngezwi lakho
Nabantwana belilizwe
Mabafundiswe ngezwi lakho

Khawukhe ulawle intlanga zonke
Zingqinelane ngezwi lakho
Onke amazwe zonke intlanga
Zingqinelane ngezwi lakho

Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenziwe ukuthanda kwakho
Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenziwe ukuthanda kwakho

Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenziwe ukuthanda kwakho
Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenziwe ukuthanda kwakho

Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenziwe ukuthanda kwakho
Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenziwe ukuthanda kwakho

Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenziwe ukuthanda kwakho
Ukuthanda kwakho ukuthanda kwakho
Makude kwenziwe ukuthanda kwakho

Nilele na nilele na
Khanivukeni sithandazeni
Nilele na nilele na
Khanivukeni sithandazeni

Yazi ukulala ningathandazanga
Kuyafana nje nokulala umnyango ungavalwanga
yazi ukulala ningathandazanga
Kuyafana nje nokulala umnyango ungavalwanga