Joy Ride (Feat. Bandros)
Kelvin Momo
7:57Zizode ziphele zonke iy'nhlanhla Ayi andisoze ndize ndiphelelwe amandla Ndiwa ndivuka zizinto zalomhlaba Amaphutha andfundisa ukukhula Zizode ziphele zonke iy'nhlanhla Ayi andisoze ndize ndiphelelwe amandla Ndiwa ndivuka zizinto zalomhlaba Amaphutha andfundisa ukukhula Ewe Mama, ewe mama Sukhathala, sukhathala Iminyaka nobihamba Kuzocaca kudala ndizama Ewe Mama, ewe mama Sukhathala, sukhathala Iminyaka nobihamba Kuzocaca kudala ndizama Zizode ziphele zonke iy'nhlanhla Ayi andisoze ndize ndiphelelwe amandla Ndiwa ndivuka zizinto zalomhlaba Amaphutha andfundisa ukukhula Zizode ziphele zonke iy'nhlanhla Ayi andisoze ndize ndiphelelwe amandla Ndiwa ndivuka zizinto zalomhlaba Amaphutha andfundisa ukukhula Kе re ke ithuse Kе mathele hole le wena Ke mathele hole le wena Mahlomola Ke re ke ithuse Ke mathele hole le wena Ke mathele hole le wena Masisa pelo Bare ke kgethe Leruo ke lena Le nshebile ka mahlong Bare ke kgethe Leruo ke lena Le tla fetola bophelo baka Empa ke kopa ho qale kgotso Ke kopa qale thabo Bophelo bobe haufi le nna Ke kopa ho qale kgotso Ke kopa qale thabo Pelo yaka e kgutse Empa ke kopa ho qale kgotso Ke kopa qale thabo Bophelo bobe haufi le nna Ke kopa ho qale kgotso Ke kopa qale thabo Pelo yaka e kgutse Zizode ziphele zonke iy'nhlanhla Ay andisoze ndize ndiphelelwe amandla Ndiwa ndivuka zizinto zalomhlaba Amaphutha andfundisa ukukhula Ewe Mama, ewe mama Sukhathala, sukhathala Iminyaka nobihamba Kuzocaca kudala ndizama Ewe Mama, ewe mama Sukhathala, sukhathala Iminyaka nobihamba Kuzocaca kudala ndizama Zizode ziphele zonke iy'nhlanhla Ayi andisoze ndize ndiphelelwe amandla Ndiwa ndivuka zizinto zalomhlaba Amaphutha andfundisa ukukhula Empa ke kopa ho qale kgotso Ke kopa qale thabo Bophelo bobe haufi le nna Ke kopa ho qale kgotso Ke kopa qale thabo Pelo yaka e kgutse Empa ke kopa ho qale kgotso Ke kopa qale thabo Bophelo bobe haufi le nna Ke kopa ho qale kgotso Ke kopa qale thabo Pelo yaka e kgutse