Ngum'Ntonjani (Feat. Nhlanhla Mafu)
Ntando
6:07Ndonakele ndaphukile ndilimele Ak'kho nokuzimela Kodwa ngeke ndilitshintshe izolo lam Nawe awungeke Ngezijwili nemizamo nemigudu namavela tshona Andikwazi ukulitshintsha izolo lam Nawe awungeke Ndaginxa izatsala njala Izinvununu mna ndazitsho Kodwa bhunxe izolo lam Laxel' ikhwekhwe lexhwili Ngeke litshintshe izolo lam Bothetha abantu litshon' ilanga Ngeke litshintshe izolo lam Velu xole nje mphefumlo wam Ngeke litshintshe izolo lam Mandamkele noba kubuhlungu Ngeke litshintshe izolo lakho Ewe impazamo ndizenzile Hlisa umoya thoba iphika Yeka ixhala ubomi bufushane Andingeze ndilitshintshe izolo lam Nawe awungeke Mandifeze izithembiso o Namaphupho ubomi buyaqhubeka Andikwazi ukulitshintshe izolo lam Nawe awungeke ngelakho Ndaginxa izatsala njala Izinvununu mna ndazitsho Kodwa bhunxe izolo lam Laxel' ikhwekhwe lexhwili Ngeke litshintshe izolo lam (loshon' ilanga) Bothetha abantu litshon' ilanga Ngeke litshintshe izolo lam Velu xole nje mphefumlo wam Ngeke litshintshe izolo lam (loshon' ilanga) Mandamkele noba kubuhlungu Ngeke litshintshe izolo lakho Ewe impazamo ndizenzile Zininzi zona izibhotsha Ezomana zikukhumbuza emva Kodwa wena kanye ngelo xesha Vala umlomo ujonge phambili Ngeke litshintshe izolo lam (loshon' ilanga) Bothetha abantu litshon' ilanga Ngeke litshintshe izolo lam Velu xole nje mphefumlo wam Ngeke litshintshe izolo lam (loshon' ilanga) Mandamkele noba kubuhlungu Ngeke litshintshe izolo lakho Ewe impazamo ndizenzile Ngeke litshintshe izolo lam (loshon' ilanga) Angeke ho angeke Ngeke litshintshe izolo lam Aha aha ah mphefumlo wam Ngeke litshintshe izolo lam (loshon' ilanga) Mandamkele noba kubuhlungu Ngeke litshintshe izolo lakho Sizenzile Nana nana nana nana