7. Nandi Ft. Nhlahla Nciza (Feat. Nhlanhla Nciza & Nhlahla Nciza)
Ntando
4:23Bendithe ndiyakuthanda nawe wathi uyandithanda. Ndicela uqhaphel' -ke abangani bakho Thembelihle wam abana nyani Bendithe ndifuna sitshate bath' kuwe tshomi ungangxami Xa ubuya why, why? Bathi lona akana mali Thembelihle ntom'bam, ndicela uhlale unenyani, uyintomb'enkulu ungcine umqondo thembela kum ungajiki. Abantu ndiyabazi soze banga moshi, qiniseka suku'bhideka As long as ndi thandwa nguwe kulungile...