Sabela
Ntsika
3:53Suka phambi kwam suka baby Suka phambi kwam suka baby Hey hey hey Suka phambi kwami Suka phambi kwami Ngoba xa uhleli aphe ecamkhwami Ndizovukwa yimilingo kuqine ezinye izinto baby suka Obo ubundibamba ubusuku bonke Umane undihlupha Ngezazandla ezintofo-ntofo uyandihlupha Sukundijonga kanjalo undivusa imilingo Xa undijimga kanjalo Sukundithinta kanjalo( kuqina izinto) Baby suka Oko ubundibamba ubusuku bonke Umane undihlupha Ngezazandla ezintofo-ntofo uyandihlupha Sukundijonga kanjalo undivusa imilingo Xa undijimga kanjalo Sukundithinta kanjalo( kuqina izinto) Suka phambi kwam Suka phambi kwam Ngoba xa uhleli aphe ecamkhwami Ndizavukwa yimilingo kuqine ezinye izinto Suka (suka phambi kwami) Suka (suka phambi kwami) Ngoba xa uhleli aphe ecamkhwami Ndizavukwa yimilingo kuqine Baby suka Oko ubundibamba ubusuku bonke Umane undishuka Undishuka shuka ahh baby ndicela ukuvuka Yey ndicela ukuvuka Sukumane undiphuza Sukumane undijonga kanjalo ndiyakukhuza Baby mani Baby suka Oko ubundibamba ubusuku bonke Umane undishuka Undishuka shuka ahh baby ndicela ukuvuka Yey ndicela ukuvuka Sukumane undiphuza Sukumane undijonga kanjalo ndiyakukhuza Baby mani suka Suka (suka phambi kwam) Suka baby (suka phambi kwami) Ngoba xa uhleli aphe ecamkhwami Ndizavukwa yimilingo kuqine ezinye izinto Ndizavukwa yimilingo kuqine ezinye izinto Ndizavukwa yimilingo kuqine ezinye izinto Ndizavukwa (yimilingo kuqine ezinye izinto) Ndiza (vukwa yimilingo kuqine ezinye izinto) Ndiza (vukwa yimilingo kuqine ezinye izinto) Ndiza (vukwa yimilingo kuqine ezinye izinto) Ndiza(vukwa yimilingo kuqine ezinye izinto) Ndizavukwa (yimilingo kuqine ezinye izinto) Ndiza (vukwa yimilingo kuqine ezinye izinto) Suka phambi kwam Suka phambi kwam Ngoba xa uhleli aphe ecamkhwami Ndizavukwa yimilingo kuqine ezinye izinto (Suka phambi kwami)