Usatana Akanamandla
Oliphant Melodies
4:07Simoyisil'usathana makahlal'engenayo indawo Simoyisil'usathana makahlal'engenayo indawo Makahlal'edana makahlal'equmbha (maaa) makahlal' engenandawo Makahlal'edana makahlal'equmbha (maaa) makahlal' engenandawo Masivumen'ingoma ingomemnandi Masivumen'ingoma ingomemnandi Ingoma zoloyiso masivumen'ingomaingom'emnandi Ingoma zoloyiso masivumen'ingomaingom'emnandi Masivumen'ingoma ingomemnandi Masivumen'ingoma ingomemnandi Ingoma zoloyiso masivumen'ingomaingom'emnandi Ingoma zoloyiso masivumen'ingomaingom'emnandi Ingoma zoloyiso masivumen'ingomaingom'emnandi Ingoma zoloyiso masivumen'ingomaingom'emnandi Ingoma zoloyiso masivumen'ingomaingom'emnandi Ingoma zoloyiso masivumen'ingomaingom'emnandi