Notice: file_put_contents(): Write of 611 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Peacock - Abantu | Скачать MP3 бесплатно
Abantu

Abantu

Peacock

Альбом: Isiponono
Длительность: 4:40
Год: 2014
Скачать MP3

Текст песни

Naba abantu bayandizonda
Bandizondel' imizamo yami
Ingabe kwenzenjani na

Naba labantu bayandizonda
Bandizondel' into engekho
Ingabe kwenzenjani na

Kudala ndisehla ndisenyuka bendijongile
Kodwa ngoku bayandilandelela
Kudala ndisehla ndisenyuka bendijongile
Kodwa ngoku bayandilandelela

(abantu balomhlaba banomona)
(abantu balomhlaba abayifuni into entle)

Howuwo ingabe ndenze ntoni na
Howuwe ityala lami emhlabeni
Howuwo ingabe ndenze ntoni na
Howuwe ingabe ndenzeni na