Notice: file_put_contents(): Write of 612 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Peacock - Golden | Скачать MP3 бесплатно
Golden

Golden

Peacock

Альбом: Nozukile
Длительность: 4:57
Год: 2014
Скачать MP3

Текст песни

Bayalithanda ngokulithanda elithemba
Bayalithanda ngokulithanda elithemba
Ugolden olithemba lam
Ugolden olithemba lam
Ugolden onobuso begolide
Ugolden onobuso begolide

Xalival' amehlo ndiyambona
Xalivul' amehlo bo ndiyambona
Xalilele ebusuku Ndiyambona
Xalihleli emini bo ndiyamcinga

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ndilihambile jikelele lonk' ilizwe
Andimbonanga ofana naye
Ndilihambile jikelele lonk' ilizwe
Andimbonanga ofana naye

Xaehleka indlathi zivela imingxonya
Xaehleka kukanya bonke ubuso bam
Ugolden olithemba lam

Ndilihambile jikelele lonk' ilizwe
Andimbonanga ofana naye
Ndilihambile jikelele lonk' ilizwe
Andimbonanga ofana naye

Xaehleka indlathi zivela imingxonya
Xaehleka kukanya bonke ubuso bam
Ugolden olithemba lam

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)

Ayiye Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)
Holololo Golden (ndiyamthanda)
Mina ndiyamthanda (ndiyamthanda)