Ungowam
Peacock
5:15Ulilela ntoni sanalwam uyeza umama Sukulila nono wam thulathula sukulila Sukulila umama uyeza uyothenga amasi mntanami Ndiyaphuma ngomso ndiyofun' umsebenzi Icacile leziko Amanye amadoda ayasebenza Mina andiwuthandi umsebenzi Ngicede bawo ngiwuthole umsebenzi Umsebenzi unqabile Kodwa akukho nto engingayenza ngizawumaketha (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) Ulilela ntoni sanalwam uyeza umama Sukulila nono wam thulathula sukulila Sukulila umama uyeza uyothenga amasi mntanami Ndiyaphuma ngomso ndiyofun' umsebenzi Icacile leziko Amanye amadoda ayasebenza Mina andiwuthandi umsebenzi Ndicede bawo ngiwuthole umsebenzi Umsebenzi unqabile Kodwa akukho nto engingayenza ngizawumaketha (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama) (umama uyeza ulilela ntoni sana lwam) (umama uyeza uyeza umama)