Kum Nakum
Ringo Madlingozi
5:57Hallow ntombazana Kunjani na kuwe Kudala ndifuna ukuthetha nawe Ntonje ndiyoyika Matsatsi ah butsilo ubugotsi Nqanda nabo benditsala tsala Mna ndifuna wena wedwa Nqanda nabo benditsala tsala Mna ndifuna wena wedwa Ndithinje ndakubona Ndibethwe luvalo Ndiphupha ngawe Ndikhwaz'igama lakho Ingqondo ayisebenzi ndimlo Ngqo-ngqo hallow (Vala sthandwa) Vala sthandwa sam( Val'ucango dala ndikumele) Ungatsho( Thatha into yakho) Mandenze njani (Thatha sthandwa) (Thatha konke dala ndikumele) Ungatsho (Into yam yeyakho) Khawuleza sondela sthandwa Nabo bendicofa-cofa Matsatsi ah butsilo ubugotsi Nabo benditsala-tsala Nqanda nqanda Sthandwa sam ( Vala sthandwa) Val'ucango (Valucando dala ndikumele ) Ungatsho( Thatha into yakho) Awh lovie (Thatha sthandwa) (Thatha konke dala ndikumele) Ungatsho (Into yam yeyakho) Vala sthandwa sam ( Vala sthandwa) Val'ucango (Valucando dala ndikumele ) Hayi ungatsho( Thatha into yakho) Hololo (Thatha sthandwa) Thatha konke (Thatha konke dala ndikumele) Ungatsho (Into yam yeyakho) Mama ndicela undivuse Andiva na andiva na (Into yam) Wena (Sthandwa yeyakho) Sohlala sisobabini ( into yakho) Ngoba ( Sthandwa yakho) Uyandithanda nam ndiyakuthanda ( into yami) Mama (Sthandwa yeyakho) Ndicela undivuse (Into yakho sthandwa yeyam) Andiva na andiva (Into yam) Wena (Sthandwa yeyakho) Sohlala sisobabini ( into yakho) Ngoba ( Sthandwa yeyakho) Uyandithanda ndiyakuthanda Kudala kudala Oh kudala ndizula Ndifunana nawe dali wam Sekukudala Sekukudala ndizula Ngoba Nkosi yam nkosi yam (Into yam) Into yam ( Sthandwa yeyakho) Ndithi yeyakho (Into yakho sthandwa yeyam) Andiva na andiva na (Into yam ) Wena (Sthandwa yeyakho) Sohlala sisobabini ( into yakho) Ngoba ( Sthandwa yeyakho)