Siyakuphumla
Selected Voices
2:44Bulelani ku Yehova, ngokuba elungile Kuba ububele Bakhe, bumi ngonaphakade Atsho amaSirayeli, kwizindlu zawo zonke Athi ububele Bakhe Bumi ngo (bumi ngo), Bumi ngo (bumi ngo) Bumi ngo (bumi ngo), naphakade Ukuthemba uYehova, nokuphephela ngaye Kuko okulungileyo, kunga thenjwa abantu Mandisinde ngaWe Nkosi, uz' undisikelele Mandiphumle ngawe Nkosi Uz'undi (Uz'undi), Uz'undi (Uz'undi) Uz'undi (Uz'undi), Uz'undi (Uz'undi) Uz'undi (Uz'undi), thamsanqele Amen