Umthandazo Wase Afrika, Pt. 2 (Naphakade)
Simphiwe Dana
7:05Apho ukhona Londaw’okuyo Ndiyathemba Uyintyatyambo Ndibona wena Ezinkwenkwezini Ndiyathemba Uyinkwenkwezi Sibane sam Noma lisibekele Nkwenkwezi Ndiyabuva u Bugqi bobukho Bumnyama bungaka nkwenkwezi Ndibona wena, ndibona wena Bumnyama bungaka nkwenkwezi Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi) Khany’ebumnyameni (Khany’ ebumnyameni) Ubumnyama bungaka (Khany’ ebumnyameni) Ngathi uwedwa (jwi) Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi) Khany’ ebumnyameni (Khany’ ebumnyameni) Ubumnyama bungaka (Khany’ ebumnyameni) Ngathi uwedwa (jwi)