Mayine
Simphiwe Dana
7:07Eh kumnyama Ndim lo kumnyama Eh kumnyama Ndim lo kumnyama E he he he he Eh kumnyama Ndihleli ndedwa mna Ndim lo kumnyama E he he he he Eh kumnyama Ndihleli ndedwa mna Ndim lo kumnyama Andisakwazi nokulala, nokulala Eh kumnyama Ndim lo ndihleli ndedwa bo Ndim lo kumnyama Andisakwazi nokuthetha, nokuthetha Eh kumnyama Kumnyam’ uthando luphelile Ndim lo kumnyama Eh kumnyama Ndim lo kumnyama E he he he he (Ngab’uthando luphina kobub’mnyama) (ehhh kumnyama) Kumnyam’uthando luphelile, luphelil’ uthando Ndisele ndodwa (ndisele ebumnyameni) Ndikhayisel’indlela Ndisele ndodwa emnyameni (ehh kumnyama) Ndikhayisel’indlela (ndim lo kumnyama) Ilihlwil’intliziyo yam Xa luphelil’uthando Alumemezi, alumemezi Ndisel’ebumnyameni Ngabe thando uphina bo kumnyama? Xa luphelile uthando, xa luphelile Alumemezi Uthando luphelil’uthando Luphelil’uthando Ndihleli ndedwa mna ha ha (ndim lo kunyama) Uthando luphelil’uthando Luphelile bo (ehh kumnyama) Ndim lo ndihleli ndedwa bo Eh kumnyama (ndikhanyisele) Ndim lo kumnyama (ndihleli ndedwa) Eh kumnyama