Akwaba Sengivuma
Siyabonga Nyambose
4:40Wakrazulwa ngenxa yami Ngenxa yami liwa (liwa laphakade) Kuze (kuze ndizifihle kuwe) Fihle kuwe nxeba (Nxeba lika yesu) Yeyanina (yeyanina le mikrozo) Lemikozo kwelo elo (Kwelo cala lakho) Yeye gazi (Yeyegazi yeyamanzi) Yeyamanzi madi( mandi hlanjululwe) Inyembezi(inyembezi zeminyaka) Zeminyaka azi (Azingefezi nto) Nguwe (nguwe nkosi osusayo) Osusayo zonki(zonke izono zomntu) Andinanto (andinanto esandleni) Esandleni ndize (ndize kanye nkosi ) Sendonele (Sendonele ekruzini) Ekruzini eku ( Ekubethelelweni) Wakrazulwa ngenxa yami Ngenxa yami liiwa (liwa laphakade) Kuze (kuze ndizifihle kuwe) Fihle kuwe nxeba (nxeba lika yesu) Wakrazulwa ngenxa yami Ngenxa yami liwa (liwa laphakade)