Notice: file_put_contents(): Write of 621 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Stompie Mavi - Ithongo | Скачать MP3 бесплатно
Ithongo

Ithongo

Stompie Mavi

Альбом: Ithongo
Длительность: 4:19
Год: 2002
Скачать MP3

Текст песни

Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela
Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela

Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela
Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela

Udlwengula abantwana usithele ngentwaso
Uyozibona ke bhonyongo
Udlwengula abadala usithele nge camagu
Tyhini ngumhlola wonke

Udlwengula abantwana usithele ngentwaso
Uyozibona mngci bhonyongo
Udlwengula abadala usithele nge camagu
Tyhini ngumhlola wonke

Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje
Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje

Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje
Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje

Ubhenqek'imibhaco
Nentomb'ikhweleta
Kuvel'ezentsula madoda
Inyal'elinje

Intw'ephumelonyeni ngathi sihla edlakeni
Xa bethi ubhenq'ismilo umntwan'omntu akakhathali
Likhon'idungamzi kulomzi
Khancede mkhwekazi uthath'intombi yakho
Gcinani elokhazi akunanto
Nathi sinezipoko
Zethu zemadlolo

Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje)
Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje)

Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje
Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje

Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje
Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje

Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje)
Uzakutyilinga ekugqibeleni uzobhaqeka
Nakhe nayibonaphi intw'enje

Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela
Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela

Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela
Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela

Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela
Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela

Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela
Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela

Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela
Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela

Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela
Ndikhathazwa lithongo
Liyandilandela