Notice: file_put_contents(): Write of 619 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Sweet Voices - Ndavuya | Скачать MP3 бесплатно
Ndavuya

Ndavuya

Sweet Voices

Альбом: Udumo
Длительность: 3:49
Год: 2015
Скачать MP3

Текст песни

Weh mkhuluwa ndiyeke phela (Heh, heh, heh)
Weh mkhuluwa ndiyeke phela (Heh, heh, heh)
Weh mkhuluwa ndiyeke phela (Heh, heh, heh)
Weh mkhuluwa ndiyeke phela (Heh, heh, heh)

Weh mkhuluwa ndiyeke phela (Heh, heh, heh)
Weh mkhuluwa ndiyeke phela (Heh, heh, heh)

Weh mkhuluwa ndiyeke phela
Ngoba mna ndiyahamba andidlali
Hamb'andidlali

Ndithi weh mkhuluwa ndiyeke phela
Ngoba mna ndiyahamba andidlali (Hamb'andidlali)
Hamb'andidlali

Weh mkhuluwa ndawufel'ekhaya
Ngoba mna ndiyahamba andidlali (Hamb'andidlali)
Uyeye (Hamb'andidlali)

Weh mkhuluwa ndawufel'ekhaya
Ngoba mna ndiyahamba andidlali (Hamb'andidlali)
Uye ye ye ye (Hamb'andidlali)

Bendibhalela wena
Incwadi yokuth'ubuye ekhaya
Kodwa andiyithol'impendulo

Nditsalela wena
Umnxeba wokuth'ubuye ekhaya
Kodwa andiyithol'impendulo (Impendulo)

Bendibhalela wena (Wena)
Incwadi yokuth'ubuye ekhaya
Kodwa andiyithol'impendulo (Impendulo)

Awundithetheleli
Awundithandi
Awundiphathi kakuhle
Awundinaki, awundi -

Awundithetheleli
Awundithandi
Awundiphathi kakuhle
Awundinaki, awundi -
Awundi

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba (Awundithandi)
Ndihleli kulendlu (Awundiphathi kakuhle)
Ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya (Ngoba mna)

Ayikho lendaba (Ndiyahamba andidlali)
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala (Hamb'andidlali)

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba (Hamb'andidlali)
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala (Hamb'andidlali)

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya (Ngoba mna)

Ayikho lendaba (Ndiyahamba andidlali)
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala (Hamb'andidlali)

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba (Hamb'andidlali)
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala (Hamb'andidlali)

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu
Ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Nami ndiyahamba
Ndibuyel'ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu