Ivan Iyeza
Tenza
3:52A1-Ncesh: We Nomathemba themba lami We Nomathemba themba lami Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba We Nomathemba themba lami We Nomathemba themba lami Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba We Nomathemba themba lami We Nomathemba themba lami Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba N. SLEAZY: Ubabheke beqathana kodwa olwethu luzokhula I'll never let you down babe noba send'sokola Listen in this true love ndithi I mean phulaphula Bendifuna onje ngawe babe kudala ndizula zula I don't wanna see you again babe ndikubone ukhala Noba sekubanda like inyanga yekhala Ndavele ndakuthanda like umlimi eqala uk'fula Ndibane ndikukhuza xa uqala ufuna ukuphuza Majita ayakubiza ngoba wona afuna ukubuza Adlala lamazaza ngoba wona anobuzaza Kodwa wandithembisa wathi olwethu ngu forever Sthandwa olwethu uthando ngeke luhambe nezikhukhula We Nomathemba themba lami We Nomathemba themba lami Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba You know girl ndithanda wena It's been so long ndifuna wena I'm so happy ndik'fumene And izinto zitshintsha nganye Mara wena ungundofa naye Ndinothando lokwenyani S'feel(e) crazy sobay 2 Veske ndicinge into ezimnandi Thina sifanelene siyazithanda into ezimnandi Take your time and enjoy with me Sizakhele elethu ibali Thula my darling on valentine uyeyam imbali I heard besithi uthando aluboni Ukuba mandithule ngawe akuvumi Maybe you feed me nge vamna Now ndiyimfama Ndibona wena only Ndiyakuvuma ungumaqondana We Nomathemba themba lami We Nomathemba themba lami Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba We Nomathemba themba lami We Nomathemba themba lami Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba We Nomathemba themba lami We Nomathemba themba lami Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba Ndiyakthanda Nomathemba Ndizok'shata Nomathemba