Ke Mollele
Universal Catholic Church Choir
5:15Masibulele kuYesu (Masibulele kuYesu) Ngokuba (Ngokuba wasifela) Masibulele kuYesu (Masibulele kuYesu) KuYesu yena yedwa ngokuba (Ngokuba wasifela) Masibulele kuYesu (Masibulele kuYesu) Masibulele kuYesu ngokuba wasifela (Ngokuba wasifela) Wasenzela izibele (Wasenzela izibele) Ngokusifela kwakhe (Ngokusifela kwakhe) Wasenzela izibele (Wasenzela izibele) Wasenzela izibele ngokusifela kwakhe (Ngokusifela kwakhe) O tarhu Bawo (Tarhu Bawo) Tarhu Bawo (Tarhu Bawo) Yiba nofefe (Yiba nofefe kuthi) O tarhu Bawo (Tarhu Bawo) Tarhu Bawo (Tarhu Bawo) Yiba nofefe (Yiba nofefe kuthi) Thina bantwana bemfama (Thina bantwana bemfama) Oweza kuthi apha (Oweza kuthi apha) Thina bantwana bemfama (Thina bantwana bemfama) Oweza kuthi apha (Oweza kuthi apha) Akwakhetha bala lomntu (Akwakhetha bala lomntu) Wafel'abazimfama (Wafel'abazimfama) Akwakhetha bala lomntu (Akwakhetha bala lomntu) Wafel'abazimfama (Wafel'abazimfama) O tarhu Bawo (Tarhu Bawo) Tarhu Bawo yena (Tarhu Bawo) Yiba nofefe (Yiba nofefe kuthi) O tarhu Bawo, tarhu Bawo (Tarhu Bawo) Tarhu Bawo yena (Tarhu Bawo) Yiba nofefe (Yiba nofefe kuthi) Masibulele kuYesu (Masibulele kuYesu) Sibulele kuYesu ngokuba wasifela (Ngokuba wasifela) Wasenzela izibele (Wasenzela izibele) Izibele ngokusifela kwakhe (Ngokusifela kwakhe) O tarhu bawo (Tarhu Bawo) Tarhu Bawo yena (Tarhu Bawo) Yiba nofefe (Yiba nofefe kuthi)