Ndikuthandile
Vusi Nova
4:15Why kwezintsuku akusafani njengakuqala Le nto sihlale s'xabana why Nam andiyazi baby I'm nothing without you Every noma kukho ilifa elimnyama Noma kungathi mas'thanda Ngicel' ukuhlala ngingowakho Mhm oh oh oh Sthandwa sam ungandithembi Mna xa ndisithi ungandithembi Sungandithembi xa ndisithi andikudingi Xa ndisithi ndingaphila Ngaphandle kwakho Sube ndixoka mna Sungandithembi xandisithi kulula Ukufumana omunye onjengawe Sthandwa sam sube ndixoka mna Oh sthandwa sam Sometimes I say Things I don't mean Kodwa ngiyakuthanda Ngithi hamba Kodwa angifuni uhlale nam Couse all I want is you Oh baby Noma ngithi angikufuni Kodwa inhliziyo yam ifuna wena Oh oh oh Angisakwazi nokulala I'm done fighting Here I am Here I stand Take me as I am baby Sungandithembi xa ndisithi andikudingi Xa ndisithi ndingaphila Ngaphandle kwakho Sube ndixoka mna Sungandithembi xandisithi kulula Ukufumana omunye onjengawe Sthandwa sam sube ndixoka mna (Sungandithembi) Sungandithembi xa ndisithi andikudingi Xa ndisithi ndingaphila Ngaphandle kwakho Sube ndixoka mna Sungandithembi xandisithi kulula Ukufumana omunye onjengawe Sthandwa sam sube ndixoka mna Sungandithembi xa ndisithi andikudingi Xa ndisithi ndingaphila Ngaphandle kwakho Sube ndixoka mna