Izintaba
Zahara
4:41Lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Asibuyeleni emva Bakhona abalawula amaphupha Batshilo kuzi inkosazana Inkosazana ethile Yakumila kwethemba kubanye Ndigqugquzela kungenxa yephupha lami Batshilo kunesagqigqana Sithi kuzintsikelelo Sithi izibele zijuliwe Enkosi ndiyabulela huyeyeni bo Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Ndithi kusoduka Nam ndifuna awam amathamsanqa Uweni bo Intlanga nenltanga ziyandibiza Uyeyeni bo Ndizobopha amaxonya ami Ndibe sendleleni Ndicela kuni nindibonis' indlela Batshilo inyathi ibuzwa kwabaphambili Ngoba lendawo asilona ikhaya lakhe bo Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Oh lilo eli phupha Ngaliphiwa ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama Ndikumila kunjena Ndiwiniwe ngu mama