Phendula
Zahara
4:30Umthwalo wam uyandisinda Ndiyacela ndiphathise Ulul'isandla sakho Andifun’ukufana nabanikezela Uuh wuwu uhu uyandisinda Uuh wuwu uhu uyandisinda Umthwalo wam uyandisinda Ndiyacela ndiphathise Ulul'isandla sakho Andifun’ukufana nabanikezela Uuh wuwu uhu uyandisinda Uuh wuwu uhu uyandisinda Ndingxanyelwe lixesha Ubomi buyandixhesha Ndiyakhubeka Ndifun’ukuphakama ndifun’ukubaleka Umthwalo wam uyandisinda Ndiyacela ndiphathise Ulul'isandla sakho Andifun’ukufana nabanikezela Uuh wuwu uhu uyandisinda Uuh wuwu uhu uyandisinda Emhlabeni kugcwele zizinto Ezintle nezimbi Ntliziyo yam bayingxalie Emhlabeni kugcwele zizinto Ezintle nezimbi Ntliziyo yam bayingxalile Umthwalo wam uyandisinda Ndiyacela ndiphathise Ulul'isandla sakho Andifun’ukufana nabanikezela Uuh wuwu uhu uyandisinda Uuh wuwu uhu uyandisinda a ah ah ah Umthwalo wam uyandisinda Ndiyacela ndiphathise Ulul'isandla sakho Andifun’ukufana nabanikezela Uuh wuwu uhu uyandisinda Uuh wuwu uhu uyandisinda Mna mna andifun’ukuzika Mna mna andifunukweyiswa Mna mna andifun’ukuzika Mna mna andifin’ukweyiswa Umthwalo wam uyandisinda Awu ndiyacela ndiphathise Ulul'isandla sakho Andifun’ukufana nabanikezela Uuh wuwu uhu uyandisinda Uuh wuwu uhu uyandisinda