Uyoncengwa Unyoko
Umafikizolo
4:20Xa bendinomama Ngesendine tiki eboshwe ngaphambili Ngokwenene ndiyahamba Ngokwenene ndibhekegoli sana lwam Xa bendinomamam Ngesendineqhiya ebeshwe ngaphambili Ngokwenene ndiyahamba Ngokwenene ndibheke goli sana lwam Ndiyagodol'iyho ma Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama Iyho ndiyahamba Iyho ndibhek’eGoli sana lwam Ndiyagodol'iyho ma Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama Iyho ndiyahamba Iyho ndibhek’eGoli sana lwam Xa bendinomama Ngesendineqhiya ebotshwe ngaphambili Ngokwenene ndiyahamba Ngokwenene ndibhek’eGoli sana lwam Ndithi nxa bendinomama Ngesendineqhiya ebotshwe ngaphambili Ngokwenene ndiyahamba Ngokwenene ndibhek’eGoli mna nosana lwam Ndiyagodoli yhooo ma Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama Iyhu ndiyahamba Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam Ndiyagodoli yhooo ma Ndiyagodol’incinci nake rhagi mntaka mama Iyhu ndiyahamba Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam Ndiva isikhal'esandohlukanisa nomamam Andivumi ngosana lwam Ndiboleken’iduveyi Incinci naleragi mntaka mama Ndiva isikhal'esandohlukanisa nomamam Andivumi ngosana lwam Ndiboleken’iduveyi Incinci naleragi mntaka mama Ndiyagodoli yhooo ma Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama Iyhu ndiyahamba Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam Ndiyagodoli yhooo ma Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama Iyhu ndiyahamba Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam Ndiyagodoli yhooo ma Ndiyagodol’incinci iragi mntakamama Iyhu ndiyahamba Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam Ndiyagodoli yhooo ma Ndiyagodol’incinci nale ragi mntakamama Iyhu ndiyahamba Iyhu ndibhek’eGoli sana lwam