Ekhaya Balindile
Abantwana
3:42Intonga Yakho Ingumsimelelo wam Intonga Yakho Iyandithuthuzela Intonga Yakho Ingumsimelelo wam Intonga yakho Iyandithuthuzela Noma ngihamba Esigodini sethunzi lokufa Intonga yakho Iyandithuthuzela UYehova nguMelusi wam Andiyi kwesaba lutho Ngoba intonga Yakho Iyandithuthuzela Oh inene ndakulandelwa kokuhle Bonk'ubomi bam yebo Intonga yakho Iyandithuthuzela Oh indebe yam'iyaphalala Ndenziwa yilentonga Yakho Intonga Yakho Intonga Intonga Yakho Iyandithuthuzela Oh Yehova Ebumnyameni Uhlal’uhleli nami Noma kunjani Noma sendihamba Ethunzini (Intonga Yakho ) Lokufa (Iyandithuthuzela) Oh ntonga yam (Intonga yakho) Ntonga yam (Ingumsimelelo wam) Oh ntonga yam (Intonga yakho) Andinal'eliny'igiba (Iyandithuthuzela) Wen'ungowami (Intonga yakho) Ntonga yam (Ingumsimelelo wam) Intonga Yakho Nkosi yam (Intonga yakho) (Iyandithuthuzela) Iyandithuthuzela (Intonga yakho) Andisoze Ndihambe ndedwa (Ingumsimelelo wam) Intonga Yakho (Intonga yakho) Uyintonga yam (Iyandithuthuzela) Iyandithuthuzela, iyandithuthuzela (Intonga yakho) Oh iyandithuthuzela (Ingumsimelelo wam) Iyandithuthuzela, iyandithuthuzela (Intonga yakho) (Iyandithuthuzela) Intonga Yakho (Intonga yakho) Intonga Yakho (Ingumsimelelo wam) Intonga Yakho (Intonga yakho) (Iyandithuthuzela) Oh ha ha, oh ha ha (Intonga yakho) Ingumsimelelo wam Intonga yakho Iyandithuthuzela Oh iyangithuthuzela Oh Mdali wezulu nomhlaba Wena Somandla