Intonga Yakho
Abantwana
3:53Iya Iya Iya, iya, iya Oh mama mama mama (Iya) Mama mama mama (Iya) Weh sithandwa (Iya) Khawuvume kaloku (Iya, iya) Mama mama mama (Iya) Mama mama mama (Iya) Khawuvume (Iya) Khawuvume (Iya, iya) Ekhaya balindile Balinde wen'uvume Yini khawud'uvume Uthathe lomsesane Ngoba mina Ndithanda wena wedwa Ekhaya balindile Balinde wen'uvume Yini khawud'uvume Uthathe lomsesane Ngoba mina Ndithanda wena wedwa Weh sithandwa sami Ndingxamile Ndifun'ubon'utatazala Nomamazala Kunye nooNomdodi Ndilindile oh ngomonde Ndifun'ubon'umsesane Xa engen'emnweni Namadaki am Ngithi oomalume Benza kanjani na? Oko silindile Silind'umolokazana wethu Ngithi oomalume Mabenze kaloku Sifun'ukuwashelwa Sifun'ukuphekelwa Ngumolokazana wethu (Iya) (Iya) (Iya, iya, iya) Oh (Iya) Khawenze mntakwethu (Iya) Yeah oh (Iya, iya, iya) Khawenze mntakwethu (Iya) Eh (Iya) Oh (Iya, iya, iya)