Zundithwale
Betusile
4:38Nyange lemihla Liwa laphakade Maxhoba ayakhawuleza Langa lokulunga Ulinyange lemihla (Nyange lemihla) Ulinyange lemihla (Liwa laphakade) UMdala wezintsuku (Maxhoba ayakhawuleza) Langa lokulunga Ulinyange lemihla (Nyange lemihla) UnguKumkani empilweni zethu (Liwa laphakade) Wena Jehova ungcwele (Maxhoba ayakhawuleza) Langa lokulunga (Langa lokulunga) Sithi Ngqongqoshe, Kumkani Maxhob’ayakhawuleza Sith’ungcwele Sonini-nanini Ufanelwe kukubongwa Sithi Ngqongqoshe, Kumkani Maxhob’ayakhawuleza UnguJehov'igama Lakho Ufanelwe kukubongwa Wen’ungcwele Jehova (Nyange lemihla) Ulinyange lemihla (Liwa laphakade) Uyindoda yabahlolokazi (Maxhoba ayakhawuleza) Bayethe Ngonyama (Langa lokulunga) Siyakhahlela kuwe Jehova (Nyange lemihla) Ungcwele Simakade (Liwa laphakade) Ufanelwe ludumo lonke (Maxhoba ayakhawuleza) Ufanelwe kukubongwa naziingelosi (Langa lokulunga) Sithi wen’ungcwele Jehova (Nyange lemihla) Uyindoda yabahlolokazi (Liwa laphakade) Ungutata kwiinkedama (Maxhoba ayakhawuleza) Ulilanga lokulunga (Langa lokulunga) Ungcwele Simakade! (Nyange lemihla) Ungcwele Jehova (Liwa laphakade) Ungcwele Hlathi lethu (Maxhoba ayakhawuleza) Ungcwele baba wethu (Langa lokulunga) Siyakhahlela kuwe Jehova (Nyange lemihla) Siyakhahlela kuwe Ngangalala (Liwa laphakade) Siyakhahlela kuwe Simakade (Maxhoba ayakhawuleza) Sithi wen’ungcwele, sithi bayethe (Langa lokulunga) Sithi bayethe! Sithi bayethe! (Nyange lemihla) Nyange lemihla (Liwa laphakade) Nyange lemihla (Maxhoba ayakhawuleza) Ulilanga lokulunga (Langa lokulunga) Sithi bayethe (Nyange lemihla) Sithi bayethe Jesu (Liwa laphakade) Sithi bayethe Jehovah (Maxhoba ayakhawuleza) (Langa lokulunga) Nyange lemihla (Nyange lemihla) Nyange lemihla (Liwa laphakade) Wena Jehov’ungcwele (Maxhoba ayakhawuleza) Bayethe Ngangalala (Langa lokulunga)